Matthew 1:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
no‐Jese wazala u‐Davide ukumkani. Waza u‐Davide ukumkani wazala u‐Solomone ngo bengumfazi ka‐Huriya;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uYese wazala uDavide ukumkani. UDavide ke ukumkani wazala uSolomon ngobengumkaUriya;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYese wazala uDavide ukumkani; uDavide ukumkani wazala uSolomon ngomfazi kaUriya;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uJese wazala uDavide ukumkani. UDavide wazala uSolomon, onina wayengumka-Uriya;