Matthew 1:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wati u‐Solomone wazala u‐Rehobome; no‐Rehobome wazala u‐Abiya; no‐Abiya wazala u‐Asa:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uSolomon wazala uRehabheham; uRehabheham wazala uAbhiya;uAbhiya wazala uAsa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uSolomon wazala uRehobhowam; uRehobhoham wazala uAbhiya; uAbhiya wazala uAsa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uSolomon wazala uRewobhowam; uRewobhowam wazala uAbhiya; uAbhiya wazala uAsa;