Matthew 10:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo isixeko umhlaumbi umzi onisukuba ningena kuwo, buzani ofanelekileyo kuwo ungubanina; nize nihlale kona, nide nimke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emzini ke enithe nangena kuwo, nokuba kusemzaneni, ize nibuzise ukuba ngubani na kuwo ofanelekileyo; nihlale ke khona apho nide nimke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emzini ke enithe nangena kuwo, nokuba kusemzaneni, ize nibuzise ukuba ngubani na kuwo ofanelekileyo; hlalani khona apho nide nimke khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Nakusiphi na isixeko okanye idolophu enithe nangena kuyo, funani lowo unokuthi anamkele, nihlale khona de nimke kuloo ndawo.