Matthew 10:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa okuya baninikelayo, ningabi nasitukutezi sokuba noteta ngokunjanina umhlaumbi noteta nto nina; ngokuba niya kunikwa ngeloxeshana into eniya kuyiteta:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa sukuba ke beninikela, ize ningaxhaleli ukuba nothetha ngakuphi na, nokuba nothetha ntoni na; kuba niya kunikwa ngelo lixa oko nothetha khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa sukuba ke beninikela, ize ningaxhaleli ukuba nothetha ngakuphi na, nokuba nothetha ntoni na, kuba niya kuyinikwa ngelo lixa into nothetha ngayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa bathe banisa enkundleni yamatyala, ze ningaxhaleli ukuba nothetha ntoni na, nokuba nothetha njani na; kothi, lakufika elo xesha, niyinikwe into eniya kuyithetha,