Matthew 10:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba kungenini abatetayo, kungumoya woyihlo otetayo pakati kwenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba asinini abathethayo, nguMoya kaYihlo othethayo ngaphakathi kwenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku asinini abathethayo, nguMoya kaYihlo othethayo ngaphakathi kwenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba asinini abaya kuthetha, nguMoya kaYihlo oya kuthetha kuni.