Matthew 10:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ize ningaboyiki ke: ngokuba kungeko nto egujungelweyo, engayi kutyilwa; nefihlakeleyo, engayi kwaziwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musani ukuboyika ngoko; kuba akukho nto igutyungelweyo ingayi kutyhilwa, nefihlakeleyo ingayi kwaziwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musani ukuboyika ngoko; kuba akukho nto igqunyiweyo ingasayi kutyhilwa; nefihlakeleyo, engasayi kwaziwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Musani ukuboyika abantu. Akukho nto igqunyiweyo ingayi kutyhilwa, nefihlakeleyo ingayi kwaziwa.