Matthew 10:37 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Otandayo uyise umhlaumbi unina ngapezu kwam, akandifanele; notandayo unyana umhlaumbi intombi ngapezu kwam, akandifanele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lowo uthanda uyise nokuba ngunina kunam, akandifanele mna;nalowo uthanda unyana wakhe nokuba yintombi yakhe kunam, akandifanele mna.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo uthanda uyise nokuba ngunina kunam, akandifanele mna; nalowo uthanda unyana wakhe nokuba yintombi yakhe kunam, akandifanele mna.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Othe wathanda uyise nokuba ngunina ngaphezu kwam, akandifanelanga; nothe wathanda unyana nokuba yintombi yakhe ngaphezu kwam, akandifanelanga.