Matthew 11:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bekuprofitesha bonke abaprofite nomteto kwada kwako u‐Johane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba bonke abaprofeti nomthetho baprofeta kwada kwakho uYohane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba bonke abaprofeti nomthetho baprofeta kwada kwakho uYohane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakuvakaliswa izibhalo zabo bonke *abashumayeli *nomthetho kaMosis, de kwafika uYohane.