Matthew 11:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo, ukuba niyavuma ukwamkela oku, yena ungu‐Elija obeza kuza.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kananjalo ukuba niyavuma ukukwamkela oko, yena nguEliya, lo bekuthiwa uza kufika.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba niyavuma ukukwamkela oko, yena nguEliya, lo bekuthiwa uza kufika.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYohane nguye uEliya olindelweyo – ukuba ngaba niyavuma ukukwamkela oko.