Matthew 11:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ndosifanisa nanto nina isizukulwana esi? Siyafana nabantwana behleli ezindaweni zentengo, bememeza amakolwane abo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku ndiya kusifanisa nantoni na esi sizukulwana?Sifana namakhwenkwana ehleli ezindaweni zembutho, ekhwaza abalingane bawo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku ndiya kusifanisa nantoni na esi sizukulwana? Bufana nabantwana abahleli kwiindawo zembutho, bebiza amadlelane abo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ndiya kubafanisa nantoni na ke abantu besi sizukulwana? Bafana nabantwana abahleli ebaleni lembutho, abanye bebhekisa kwabanye besithi: