Matthew 11:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula waqala ukutetisa izixeko ekwenzelwa kuzo kakulu izenzo zake zamandla, ngokuba zingaguqukanga, esiti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waza waqala ukuyidubula loo mizi yayenzeke kuyo inkoliso yemisebenzi yakhe yamandla, ngokuba ingaguqukanga, esithi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waza waqala ukuyidubula loo mizi yayenzeke kuyo inkoliso yemisebenzi yakhe yamandla, ngokuba ingaguqukanga;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza uYesu wazisola ngokungaguquki kwazo iidolophu apho wayesenza khona inkoliso yemimangaliso yakhe, esithi: