Matthew 11:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wati kuye: Unguye ozayo na, silinde wumbi kusinina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wathi kuye, Wena ungulowo uzayo na, silinde wumbi, kusini na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi kuye, Wena ungulowo uzayo na, silinde omnye, sini na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ukuba babuze kuye, bathi: “Ungulowo uzayo na wena, okanye masilinde omnye?”