Matthew 11:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba iyokwe yam iyolile, nomtwalo wam ulula.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba idyokhwe yam imnandi, nomthwalo wam ulula.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba idyokhwe yam imnandi, nomthwalo wam ulula.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba idyokhwe yam ayityabuli, nomthwalo wam ulula.”