Matthew 11:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
imfama ziyamkela ukubona kwazo, neziqwala ziyahamba; amaleperi ayahlanjululwa, nezitulu ziyeva; abafileyo bayavuswa, namahlwempu indaba ezilungileyo ziyashunyayelwa kuwo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
iimfama zibuya zibone, neziqhwala ziyahamba; abaneqhenqa bayahlanjululwa, nezithulu ziyeva; abafileyo bayavuswa, namahlwempu aya zishunyayezwa iindaba ezilungileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iimfama zibuya zibone, neziqhwala ziyahamba, abaneqhenqa bayahlanjululwa, nezithulu ziyeva, abafileyo bayavuswa, namahlwempu ayazishunyayezwa iindaba ezilungileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
okokuba iimfama zibuya zibone, iziqhwala ziyahamba, abaneqhenqa bayahlanjululwa, izithulu ziyeva, abafileyo bayavuswa, abasweleyo bayazishunyayezwa iindaba ezimnandi.