Matthew 11:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa napuma ukuya kubona nto nina? umntu evatisiwe ngezivato ezitambileyo na? bona ke, abo bambata izivato ezitambileyo basezindlwini zokumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Naye niphuma nisiya kubona ntoni na kodwa? Yabe ingumntu ovethe iingubo ezitofotofo na? Yabonani, abo bambatha ezitofotofo baba sezindlwini zookumkani bona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Naye niphume naya kubona ntoni na kodwa? Yabe ingumntu ovethe iingubo ezitofotofo na? Yabonani, abo banxiba iingubo ezitofotofo basezindlwini zookumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Naniphume nisiya kubona ntoni na kakade? Yayingumntu ohombileyo na? Niyabona, abo bahombayo basezindlwini zookumkani.