Matthew 12:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku bona ke, bekuko umntu enesandla esishwabeneyo: baza bambuza, besiti: Kufanelekile na ngemini yesabata ukupilisa? ukuze bamnike ityala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwabonakala kukho umntu owome isandla; baza bambuza, besithi, Kuvumelekile na ukuphilisa ngesabatha? ukuze bammangalele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwabonakala kukho umntu owome isandla; Baye ke bembuza besithi, Kuvumelekile na ukuphilisa ngesabatha? ukuze bammangalele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Apho babona umntu owome isandla. Abantu abathile, benenjongo yokummangalela uYesu, bambuza besithi: “Ngaba kuvumelekile na ukuphilisa *ngoMhla wokuPhumla?”