Matthew 12:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Yesu wakwazi oko, wemka apo: zaza zamlandela izihlwele ezininzi, wabapilisa bonke abafayo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke uYesu, ekwazi oko, wemka, apho; walandelwa ngabantu abaninzi; wabaphilisa bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke uYesu, ekwazi oko, wemka, apho; walandelwa ngabantu abaninzi; wabaphilisa bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ekwazile oko, uYesu wemka apho. UYesu walandelwa ngabantu abaninzi, waza wabaphilisa bonke,