Matthew 12:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wabayala ukuba mabangamtyili;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabakhalimela ukuba bangamtyhili;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabakhalimela ukuba bangamtyhili;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ebayala ukuba bangaxeleli bani ngaye,