Matthew 12:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko abafarisi, bakubona oko, bati kuye: Bona ke, abadisipile bako bayakwenza oko ekungafanelekile ukukwenza ngesabata.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku abaFarisi, bakukubona oko, bathi kuye, Yabona, abafundi bakho benza oko kungavumelekileyo ukwenziwa ngesabatha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakukubona oko abaFarasi, bathi kuye: “Khangela, abafundi bakho benza oko kungavumelekileyo ukwenziwa ngesabatha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*AbaFarasi, bekubona oko, bathi kuye: “Khangela, abafundi bakho benza okungavumelekanga ngoMhla wokuPhumla.”