Matthew 12:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwandula kwaziswa kuye ongenelwe yidemoni, oyimfama nesidenge; waza wampilisa, wada oyimfama nesidenge wanokuteta nokubona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaza kwaziswa kuye ophethwe yidemon, eyimfama, esisidenge; wamphilisa, wada lowo uyimfama usisidenge wathetha, wabona nokubona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaza kwaziswa kuye umntu ophethwe yidemon, eyimfama, esisidenge;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi kwaziswa kuYesu umntu ophethwe yindimoni, eyimfama, esisimumu. UYesu wamphilisa loo mntu, wathetha, wabona nokubona.