Matthew 12:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zamangaliswa ke zonke izihlwele, zati: Lo unguye unyana ka‐Davide na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zathi nqa ke zonke izihlwele, zathi, Ngunyana kaDavide kanti na lo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yamangaliswa isihlwele sonke, sathi, Lo asinguye na unyana kaDavide?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Samangaliswa sonke isihlwele, sathi: “Akungebi nguNyana kaDavide lo?”