Matthew 12:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba ndiyaziku̔pa idemoni mna ngomoya katixo, kukona sebunifikele ubukumkani bukatixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa ukuba ndizikhupha iidemon ngoMoya kaThixo mna, ngoko bunifikele kanti ubukumkani bukaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ukuba ndizikhupha iidemon ngoMoya kaThixo mna, ngoko bunifikele kanti ubukumkani bukaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ke ndizikhupha ngoMoya kaThixo iindimoni, ulawulo lukaThixo aluthwasanga, lugalelekile kuni.