Matthew 12:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati kubo: Anileseshanga na into wayenzayo u‐Davide, okuya wabelambile yena nabo babenaye;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke kubo, Aniyilesanga na into awayenzayo uDavide, xa walambayo, yena nabo babenaye;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kubo, Aniyilesanga na into awayenzayo uDavide, xa walambayo, yena nabo babenaye;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kubo: “Anizange nikufunde na awakwenzayo uDavide mhla walamba yena neqela lakhe?