Matthew 12:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ongengecala lam, uyalana nam; nongabutani nam, uyaci̔ta.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lowo kum uchasene nam, nalowo ungandibuthisiyo uyachithachitha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo ungengakum, uchasene nam; nalowo ungandibuthisiyo, uyachithachitha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Lowo ungekho kwicala lam, uchasene nam, nalowo ungandincedisiyo ukuqokelela, uyachitha.