Matthew 12:37 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba ngawo amazwi ako uya kugwetyelwa, nangawo amazwi ako uya kugwetywa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba ngawo amazwi akho uya kugwetyelwa, nangawo amazwi akho uya kugwetywa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kuba ngawo amazwi akho uya kugwetyelwa, nangawo amazwi akho uya kugwetywa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu uya kugwetywa, okanye akhululwe, ngokwamazwi akhe.”