Matthew 12:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
okokuba wangena endlwini katixo, watya izonka zokubonakala, ekube kungafanelekile kuye ukuzitya, kwa nakubo ababenaye, kupela bekufanelekile kubaperisite bodwa?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
okokuba wangena endlwini kaThixo, wazidla izonka ezibekwa phambi koThixo, ekube kungavumelekile ukuba azidle yena, kwanabo babenaye, kuvumelekele ababingeleli bodwa?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
okokuba wangena endlwini kaThixo, wazidla izonka ezibekwa phambi koThixo, ekube kungavumelekile ukuba azidle yena, kwanabo babenaye, kuvumelekele ababingeleli bodwa?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku wangena endlwini kaThixo, wazitya izonka ezazinikelwe kuThixo. Kanti ngokomthetho ezi zonka yena neqela lakhe babengamelwe kuzitya. Ngababingeleli kuphela ababenelo lungelo.