Matthew 12:49 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wasolula isandla sake ngakubadisipile bake, wati: Nanku uma nabazalwana bam!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Esolule isandla sakhe phezu kwabafundi bakhe, uthe, Nanku uma nabazalwana bam;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wasolula isandla sakhe kubafundi bakhe, wathi, Nanku uma nabazalwana bam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Esalatha abafundi bakhe ngesandla, wathi: “Nanku umama, naba abantakwethu.