Matthew 13:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWA ngalomini wapuma u‐Yesu endlwini, wahlala pantsi ngaselwandle.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, kwangaloo mini waphuma uYesu endlwini, waya wahlala ngaselwandle.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwangaloo mini waphuma uYesu endlwini, waya wahlala ngaselwandle.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwangaloo mini uYesu waphuma endlwini, waya kuhlala ngaselwandle. Sahlanganisana ngakuye isihlwele,