Matthew 13:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapendula wati kubo: Kungokuba kunikiwe nina ukwazi imfihlakalo zobukumkani bezulu, kodwa akunikwanga bona abo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula ke wathi kubo, Kungokuba nikuphiwe nina ukuzazi iimfihlelo zobukumkani bamazulu, babe ke bona bengakuphiwanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula ke wathi kubo, Kungokuba nikuphiwe nina ukuzazi iimfihlelo zobukumkani bamazulu, babe ke bona bengakuphiwanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphendula wathi: “Kungenxa yokuba nina nikunikiwe ukuzazi iimfihlelo ezingolawulo lukaThixo, kodwa bona abakunikwanga.