Matthew 13:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba lowo usukuba enako, kuya kupiwa yena, waeya kwanezelelwa; kanti osukuba engenako, uya kuhlutwa kwa oko anako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba osukuba enako, yena uya kuphiwa, aze abe nako ngokugqithiseleyo; kodwa osukuba engenako, uya kuhluthwa kwanoko anako.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba osukuba enako, yena uya kuphiwa, aze abe nako ngokugqithiseleyo; kodwa osukuba engenako, uya kuhluthwa kwanoko anako.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lowo unako uya kunikwa, abe nako nangaphezulu; kodwa lowo ungenako uya kuhluthwa kwanoko anako.