Matthew 13:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa nina anetamsanqa amehlo enu, ukuba ebona; nendlebe zenu, ukuba zisiva.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa nina, anethamsanqa amehlo enu, ngokuba ebona;neendlebe zenu, ngokuba zisiva.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa anethamsanqa amehlo enu, ngokuba ebona; neendlebe zenu, ngokuba zisiva.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kodwa nina ninoyolo, kuba ninamehlo abonayo, kwaneendlebe ezivayo.