Matthew 13:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zaza zabutela kuye izihlwele ezininzi, wada wangena enqanaweni, wahlala pantsi: saye sonke isihlwele sibe simi elunxwemeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwahlanganisana kuye abantu abaninzi, wada yena wangena emkhombeni, wahlala phantsi; zathi zonke izihlwele zema elunxwemeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwahlanganisana kuye abantu abaninzi, wada yena wangena emkhombeni, wahlala phantsi; yaye yonke indimbane yema elunxwemeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
saba sikhulu kangangokuba yena waya kukhwela esikhitshaneni, wahlala kuso. Isihlwele sona sema elunxwemeni.