Matthew 13:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati: Hai; hleze niti, nakuzibuta izizani, niyidonyule kunye nazo inqolowa:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke, Hayi; hleze nithi, xa niwubuthayo umdiza, nincothule nengqolowa kunye nawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke yena, Hayi; hleze nithi, xa niwubuthayo umdiza, nincothule nengqolowa kunye nawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa yena wathi: ‘Hayi, hleze kuthi xa nincothula ukhula, nincothule kwanengqolowa.