Matthew 13:40 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Njengokuba ke zibutwa izizani, zitshiswe ngomlilo, kwoba njalo ekugqityelweni kwelilizwe likoyo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Njengokuba ngoko ubuthwa umdiza, utshiswe ngomlilo, kuya kuba njalo ekuphelisweni kweli phakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Njengokuba ngoko ubuthwa umdiza, utshiswe ngomlilo; kuya kuba njalo ekuphelisweni kweli hlabathi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Njengoko luqokelelwayo ukhula, lutshiswe, koba njalo ekuphelisweni kweli phakade.