Matthew 13:41 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
unyana wesintu wotuma ingelosi zake, eziya kubuta ebukumkanini bake zonke izixakanisi, nabo bakwenza okungalungileyo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UNyana woMntu uya kuthuma izithunywa zakhe, zize zibuthe, zikhuphe ebukumkanini bakhe, zonke izikhubekiso, nabo benza okuchasene nomthetho;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uNyana woMntu uya kuthuma izithunywa zakhe, zize zibuthe, zikhuphe ebukumkanini bakhe, zonke izikhubekiso, nabo benza okuchasene nomthetho;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNyana woLuntu wozithuma izithunywa zakhe, zibaqokelele bangabikho apho alawula khona bonke abalahlekisayo, nabo bonke abenza okuchasene nomthetho,