Matthew 13:49 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwoba njalo ekugqityelweni kwelizwe elikoyo: ziya kupuma ingelosi, zahlule abakohlakeleyo kwa kubo abalungileyo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuya kuba njalo ekuphelisweni kwephakade eli: ziya kuphuma izithunywa zezulu, zibakhethe abangendawo phakathi kwamalungisa,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuya kuba njalo ekuphelisweni kwephakade eli: ziya kuphuma izithunywa zezulu, zibakhethe abangendawo phakathi kwamalungisa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuya kuba njalo ekuphelisweni kweli phakade. Zophuma izithunywa zezulu, zibakhethe abakhohlakeleyo kwabalungileyo,