Matthew 13:55 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
lo asi nguye unyana wencibi yemiti na? unina asi ngo‐kutiwa ngu‐Mariya na? nabazalwana bake asi ngabo o‐Yakobi, no‐Jose, no‐Simone, no‐Jude na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lo asinguye na unyana wengcibi yokwakha? Unina akuthiwa na nguMariya? Nabazalwana bakhe asingooYakobi, noYose, noSimon, noYuda, yini na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lo asinguye na unyana wengcibi yokwakha? Unina akabizwa ngokuba nguMariya na? Abazalwana bakhe bathi, ooYakobi, noYose, noSimon, noYuda, yini na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akanguye na unyana womchweli? Unina akanguye na uMariya? Abantakwabo asingabo na ooYakobi, noYose, noSimon, noJuda?