Matthew 13:58 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza akenza zininzi izenzo zamandla kona apo, ngenxa yokungakolwa kwabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akenza misebenzi mininzi yamandla khona apho, ngenxa yokungakholwa kwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akenza misebenzi mininzi yamandla khona apho ngenxa yokungakholwa kwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenxa yokungakholwa kwabo akenzanga mimangaliso mininzi apho.