Matthew 13:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
zati nxa ilanga belipumile, zatshiswa; nangokuba zingenangcambo, zabuna.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
zathi ke lakuphuma ilanga zatsha, zaza ngenxa yokuba zingenangcambu zoma kwaphela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zathi ke lakuphuma ilanga zagqatswa; zaza ngenxa yokuba zingenangcambu zoma kwaphela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuthe ke, lakuba shushu ilanga, yatsha, yathi ngenxa yokuba ingenazingcambu zendeleyo, yoma kwaphela.