Matthew 14:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza yaziswa intloko yake pezu kwesikotile, yanikwa kwintombazana leyo; yati yona ya yi sa kunina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yaziswa intloko yakhe ngesitya, yanikwa intombazana leyo, yathi yona yayisa kunina.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yaziswa intloko yakhe ngesitya, yanikwa intombazana leyo, yathi yona yayisa kunina.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yeziswa ke ngesitya intloko yakhe, yanikwa intombi leyo, eyathi yona yayisa kunina.