Matthew 14:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Yesu wati kubo: Azifanele ukumka; zipeni nina ukuba zitye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke kubo uYesu, Akufuneki ukuba zimke; zipheni nina zitye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kubo uYesu, Akufuneki ukuba zimke; zipheni nina zitye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa uYesu wathi kubo: “Akukho mfuneko yakuba bemke. Bapheni nina ukutya.”