Matthew 14:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa inqanawa ibisel’ ipakati kwolwandle, ibulawa ngamaza; ngokuba umoya ubuvela pambili.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku umkhombe ubuseluphakathi kolwandle, untsilwa ngamaza; kuba umoya ubuvela ngaphambili.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku umkhombe wawuselunxwemeni lolwandle, uqhutywa ngamaza, kuba umoya ubuvela ngaphambili.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngelo xesha isikhitshana sasesiphakathi elwandle, sintlithwa ngamaza, kuba umoya wawuvela ngaphambili.