Matthew 14:35 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza abantu balondawo bakumazi, batumela kulo lonke elolizwe langakona, bazisa kuye bonke abafayo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emazile amadoda aloo ndawo, athumela kuwo wonke loo mmandla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emazile amadoda aloo ndawo, athumela kuwo wonke loo mmandla, azisa kuye bonke ababesifa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amqonda amadoda alapho ukuba nguYesu, athumela kuwo wonke loo mmandla, azisa kuye bonke abagulayo,