Matthew 14:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bambongoza ukuba mabacu̔kumise kodwa umqukumbelo wengubo yake; baza bonke abacukumisayo bapiliswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bazisa kuye bonke abafayo, bambongoza ukuba bachukumise nje kodwa intshinga yengubo yakhe; baza bonke abayichukumisayo baphiliswa kanye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baza bambongoza uYesu ukuba bachukumise nje kodwa intshinga yengubo yakhe; baza bonke abayichukumisayo baphiliswa kanye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ambongoza okokuba abagulayo bachukumise nokuba ngumqukumbelo nje wesambatho sakhe. Bathi ke abo bawuchukumisáyo baphila mpela.