Matthew 14:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba u‐Johane ebesiti kuye: Akufanelekile kuwe ukuba ube naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba wayethe uYohane kuye, Akuvumelekile ukuba ube naye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba wayethe uYohane kuye, Akuvumelekile ukuba ube naye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYohane wasola uHerode, wamxelela ukuba akuvumelekanga ukuba ahlalisane naye.