Matthew 14:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati akufuna ukumbulala, waboyika abantu, ngokuba bebembala ukuba ungumprofite.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi efuna ukumbulala, woyika abantu; ngokuba babebambe ukuthi ungumprofeti.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke eza kumbulala, woyika abantu, ngokuba babesithi ungumprofeti.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UHerode wafuna ukumbulala uYohane, kodwa wayesoyika abantu, kuba babesithi ungomnye *wabashumayeli bamandulo.