Matthew 14:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayelusizi ke ukumkani lowo; kodwa, ngenxa yesifungo nabo babehleli ekutyeni ndawonye naye, waxela ukuba mayinikwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wesuka ukumkani waba buhlungu; ke, ngenxa yezifungo ezo nangenxa yabo babehleli ngasesithebeni naye, watsho ukuthi mayiyinikwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waba buhlungu ukumkani, kodwa, ngenxa yesifungo, nangenxa yabo babehleli naye esithebeni, wathi mayinikwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waba buhlungu ukumkani, kodwa ngenxa yesifungo, nangenxa yâbo babesethekweni kunye naye, wathi mayiyinikwe;