Matthew 15:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bandula beza abadisipile bake bati kuye: Uyazi na ukuba abafarisi badubuleka, bakuva elozwi?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Beza abafundi bakhe bathi kuye, Uyazi na ukuba abaFarisi bathe bakuliva elo zwi bakhubeka?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Beza abafundi bakhe bathi kuye, Uyazi na ukuba abaFarisi bathe bakuliva elo lizwi bakhubeka?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Basondela kuYesu abafundi bakhe, bathi kuye: “Uyazi nje ukuba *abaFarasi bakhutyekisiwe yintetho yakho?”