Matthew 15:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko wapendula wati: Zonke izityalo, ezingatyalwanga ngubawo wasezulwini, ziya kudonyulwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula ke wathi, Zonke izityalo ezingatyalwanga nguBawo wasemazulwini ziya kuncothulwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula ke wathi, Zonke izityalo ezingatyalwanga nguBawo wasemazulwini ziya kuncothulwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphendula wathi: “Zonke izityalo ezingatyalwanga nguBawo osezulwini ziya kuncothulwa.