Matthew 15:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bayekeni; ngabakokeli bemfama abakwa zimfama: kekaloku imfama ukuba iyakokela imfama, ziya kweyela emnxu̔nyeni zombini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bayekeni; ngabakhokeli beemfama abakwaziimfama; ke kaloku, xa sukuba imfama ikhokela imfama, zombini ziya kweyela emhadini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bayekeni; ngabakhokeli beemfama abakwaziimfama; Ke kaloku, xa sukuba imfama ikhokela imfama, zombini ziya kweyela emhadini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bayekeni; baziinkokheli eziziimfama. Ke ukuba imfama ikhokela enye imfama, ziya kweyela zombini ezindongeni.”